Example items (sample of 34)

sen_strAux_formAux_featuresnsubj_formnsubj_featurestreebank_link
Umdlali siswini weBafana Bafana , uAndile Jali , ude wakhetha elona qela afuna ukulidlalela eMzantsi Afrika .ude
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=de
SubjAuxCount=1
umdlali
features...upos=NOUN
lemma=dlali
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
IGenerations iza kufuduka kuqala ngenxa yosasazo lomsitho wokuvula iNdebe yeHlabathi namhlanje uLwesine .iza
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=za
SubjAuxCount=1
IGenerations
features...upos=PROPN
lemma=Generations
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Omnye umhlali waye wamisa imoto esakuqaphela ukuba akonwabanga umntwana .waye
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=Ye
SubjAuxCount=1
umhlali
features...upos=NOUN
lemma=Hlali
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Oyena mdlali otshisa bhe eMzantsi Afrika usecicini lokuya kudlalela elinye lamaqela aseYurophu .lokuya
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ya
SubjAuxCount=1
mdlali
features...upos=NOUN
lemma=dlali
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UJali ebeke wakhathazwa kukonzakala okungabhekelephi - kodwa ke ngoku uphile qete kwaye novavanyo lukagqirha luhambe kakuhle .ebeke
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ka (kha)
SubjAuxCount=1
ujali
features...upos=NOUN
lemma=Jali
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Kwiveki ephelileyo , ikhasi lomnatha lethu lezemidlalo , i-IOL Sport , lidize iindaba ezithi iOrlando Pirates izimisele ukuthatha iziqwayi zabadlali beChippa abathathu bonke ngaxeshanye .izimisele
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=zimisele
SubjAuxCount=1
iOrlando
features...upos=PROPN
lemma=Orlando
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
amapolisa aye kuthenga izindlu , la alulutsha aza kukwazi ukubanenkqubela . """"aye
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ya
SubjAuxCount=1
amapolisa
features...upos=NOUN
lemma=polisa
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Inkcubeko yethu thina bantu abamnyama ngeke siyilahle kuba sisoyika ingxolo yabantu abangazaziyo nokuba bangoobani .ngeke
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ngeke
SubjAuxCount=1
inkcubeko
features...upos=NOUN
lemma=nkcubeko
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Inkcubeko yethu ngeke ibulawe ziinkokeli ngenxa yengxolo yabantu abathula bathi cwaka xa kuvezwa abantu abahamba ze yonke imihla kumaphephandaba nakoomabonakude .ngeke
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ngeke
SubjAuxCount=1
inkcubeko
features...upos=NOUN
lemma=nkcubeko
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
"""" Thina siza kulwela ukuba le ndawo ifumane iwonga elifaneleyo lokuba ibizwe ngokuba sisiza esililifa njengezinye ezikhoyo apha eMzantsi Afrika , """" utshilo .siza
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=za
SubjAuxCount=1
thina
features...upos=PRON
lemma=Thina
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Umsitho wokuvula uya kulandelwa ngumdlalo wokuqala phakathi kweRussia neSaudi Arabia ukuqala ngentsimbi yesihlanu .uya
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ya
SubjAuxCount=1
umsitho
features...upos=NOUN
lemma=sitho
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ethetha kumsitho wokuwongwa kwala mapolisa , uSekela Mphathiswa weSebe lamaPolisa kuzwelonke uBongani Mkongi , uthi ziza kujika izinto emapoliseni oMzantsi Afrika .ziza
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=za
SubjAuxCount=1
izinto
features...upos=NOUN
lemma=nto
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UMphathiswa weSebe lezeMidlalo ubuGcisa neNkcubeko eMpuma Koloni uBulelwa Tunyiswa ukhuthaze isizwe esimnyama ukuba sizingce ngeAfrika , esithi xa kuhlonitshwana futhi kubanjisenwe , iAfrika iya kuntingela phezulu .iya
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ya
SubjAuxCount=1
iafrika
features...upos=NOUN
lemma=Afrika
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
"""" IPirates iye yanomdla kuMabaso .iye
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ya
SubjAuxCount=1
IPirates
features...upos=PROPN
lemma=Pirates
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UZALO - Luza kudlala kwiSABC2 ngecala emva kwentsimbi yesibhozo ukususela ngomso umhla we-15 kweyeSilimela .luza
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=za
SubjAuxCount=1
UZALO
features...upos=PROPN
lemma=UZALO
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Kwilizwe laseAngola , kulapho uGiwu wathi waba yinxalenye namaqabane angamakhulu amathathu bethwaliswe uxanduva lokugqala amacebo okuqubisana nengcinezelo eyayiqhuba eMzantsi Afrika .wathi
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
uGiwu
features...upos=PROPN
lemma=Giwu
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Iisizini ziyalandelelana iBucs imane ixhwitha abadlali kwiChippa United xa kuphela isizini - kodwa ke nayo inabadlali enabo ebafumene kuyo .imane
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=mane
SubjAuxCount=1
iBucs
features...upos=PROPN
lemma=Bucs
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Njengokuba kulindeleke ukuba Amakhosi enze iinguqu phambi kokuqala kwesizini yePSL entsha - uBrian """" Spiderman """" Baloyi ubaqalele abo bazakuthi bakhululelwe .bazakuthi
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
uBrian
features...upos=PROPN
lemma=Brian
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
URhulumente wakho zange wenze nto ngalo , abo bantu benza loo nkohlakalo benza unothanda apho bakhoyo nangoku .zange
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=zange
SubjAuxCount=1
URhulumente
features...upos=PROPN
lemma=Rhulumente
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UNkosi Jongumsobomvu Maqoma ngunyana weNdlu eNkulu kaNgqika kaRharhabe , owathi wazibalula ukusukela ngokulwa ezona mfazwe ziphambili phakathi kwamaXhosa namaNgesi .owathi
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
UNkosi
features...upos=PROPN
lemma=Nkosi
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Uthi xa amapolisa amadala ehlala kwiindawo zokuhlala amapolisa , amapolisa amancinci awanakuze ayibone impumelelo .awanakuze
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=nakuze
SubjAuxCount=1
amapolisa
features...upos=NOUN
lemma=polisa
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Omnye umdlali ekulindeleke ahambe kwiSundowns nguBilliat nangona kungekacaci ukuba uya eYurophu okanye uya kwamanye amaqela amakhulu amfunayo afana neOrlando Pirates neKaizer Chiefs .ekulindeleke
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=lindeleka
SubjAuxCount=1
umdlali
features...upos=NOUN
lemma=dlali
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UNgoqo ukwathe ngethuba besisa umfi esibhedlele waxelelwa nguBulelwa ukuba uSakhekile ebekhe wafumana izigrogriso kubantu beANC .ebekhe
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ebekhe
SubjAuxCount=1
uSakhekile
features...upos=PROPN
lemma=Sakhekile
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
"""" Mayiphele into yokuba la mapolisa ahlalele ukuthunywa ukuba athuthe abantwana bezikhulu zamapolisa ezikolweni , bathunywe ezivenkileni , ngoku kufike ixesha lokuba baxhotyiswe ngezakhono bazokukwazi ukukhula besebancinci , """" kutsho uMkongi .ahlalele
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=hlalela
SubjAuxCount=1
mapolisa
features...upos=NOUN
lemma=polisa
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Amadoda athe abelekeka kuMthembu aquka igqala loMzantsi Afrika , uDavid Gatebe , uMarko Mambo welizwe laseZimbabwe noErdward Mothibi .athe
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
amadoda
features...upos=NOUN
lemma=doda
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ukutsiba kweeBhokwe ngaphaya kweNgilane ebikhokela ngo-24-3 kuthetha ukuthi Amabhokobhoko akwazile ukuzibangula iimpazamo ezithile kwezo azenze kwiveki ephelileyo eMelika - apho abethwe yiWales ngo-22-20 .akwazile
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=azi
SubjAuxCount=1
amabhokobhoko
features...upos=NOUN
lemma=Amabhokobhoko
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
"""" Ndiyayazi ukuba mnye umntu omnyama walapha eMpuma Koloni oqhuba inqwelomoya , mna ndifuna ukuba ngowesibini , """" utsho uManyingiza .ndifuna
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=funa
SubjAuxCount=1
mna
features...upos=PRON
lemma=mna
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
KOOMASIPALA baseMpuma Koloni abangamashumi amathathu anesithoba , babini kuphela abathe babhengezwa njengabo baneencwadi zezimali ezicocekileyo ( clean audit ) , kulandela ingxelo yophicothozimali ebhengezwe nguMphicothizincwadi Jikelele uKimi Makwetu eKapa ngoLwesithathu .abathe
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
koomasipala
features...upos=NOUN
lemma=Masipala
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ukanti abantu abathe babanjwa malunga nolu dushe bangamashumi amathandathu anesithoba , isibhozo kubo singaphandle ngebheyile .abathe
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
abantu
features...upos=NOUN
lemma=ntu
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Nakubeni iphantse yasengxakini kwisizini egqithileyo - kodwa kubonakala ngathi iChippa United ayizimiselanga kubambelela kubadlali bayo abaphambili .ayizimiselanga
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=misele
SubjAuxCount=1
iChippa
features...upos=PROPN
lemma=Chippa
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Lo msitho wokuvula uza kusasazwa ngqo kwiSABC1 ngentsimbi yesithathu emalanga , nto eza kwenza kuchaphazeleke iinkqubo zesiqhelo .uza
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=za
SubjAuxCount=1
msitho
features...upos=NOUN
lemma=sitho
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Into yokuqala efanele kukuqwalaselwa ngabaphathi beLidoda Duvha kukuqinisekisa ukuba umgangatho weThohoyandou Stadium iyamelana nemiqathango emiselwe yiPremier Soccer League ukuze abalandeli beqela bakwazi ukuyibukelela kufutshane .efanele
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=fanela
SubjAuxCount=1
into
features...upos=NOUN
lemma=nto
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ingase iphele ezingqondweni zabantu abaphila ubom beengcungcu le nto yokucinga ukuba abanye abantu abanayo ingqondo yokucinga okanye abakwazi ukuzikisa ukucinga .ingase
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=Ingase
SubjAuxCount=1
nto
features...upos=NOUN
lemma=nto
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ubuhle bendalo bufanele ukuxhamlisa uluntu lakowethu ngamathuba ezoqoqosho , """" utshilo uTunyiswa .bufanele
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=fanele
SubjAuxCount=1
ubuhle
features...upos=NOUN
lemma=buhle
deprel=nsubj
UD_isiXhosa-AfriSUD