Example items (sample of 38)

sen_strAux_formAux_featuresobj_formobj_featurestreebank_link
Ibhola entle esuke kuMwape Musonda ephikweni idibene noKarabo Tshepe oyivalele emnatheni yatsho yaduma iThoyandou Stadium .yatsho
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=tsho
SubjAuxCount=1
iThoyandou
features...upos=PROPN
lemma=Thoyandou
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Umasipala waseNelson Mandela Bay , Buffalo City , OR Tambo naseEnoch Mgijima , ngabanye boomasipala abathe bachitha imali ngendlela engamkelekanga ngokwale ngxelo kaMakwetu .abathe
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
imali
features...upos=NOUN
lemma=mali
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
URhulumente wakho zange wenze nto ngalo , abo bantu benza loo nkohlakalo benza unothanda apho bakhoyo nangoku .zange
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=zange
SubjAuxCount=1
nto
features...upos=NOUN
lemma=nto
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
"""" Thina siza kulwela ukuba le ndawo ifumane iwonga elifaneleyo lokuba ibizwe ngokuba sisiza esililifa njengezinye ezikhoyo apha eMzantsi Afrika , """" utshilo .siza
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=za
SubjAuxCount=1
ndawo
features...upos=NOUN
lemma=ndawo
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UGiwu , ongcwatyelwa eTyutyu eBhisho ngoMgqibelo [ umhla wesibini ] , wafulathela ilizwe loMzantsi Afrika ngo-1976 esiya elubhacweni lokuzabalazela eli lizwe eAngola apho wathi wafumana uqeqesho lomkhosi .wathi
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
uqeqesho
features...upos=NOUN
lemma=qeqesho
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ndifuna kubekho uxolo kweli lizwe , kodwa ndiyabalumkisa aba bantu bathe gqolo ukuthetha ngam ukuba bohlukane nale nto , """" utshilo uZuma .ndifuna
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=funa
SubjAuxCount=1
uxolo
features...upos=NOUN
lemma=xolo
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
"""" Silapha size kusabela kweli komkhulu likaNkosi uMaqoma elikhokelwe nguNkosi Luvuyo Maqoma .size
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=za
SubjAuxCount=1
komkhulu
features...upos=NOUN
lemma=komkhulu
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
amapolisa aye kuthenga izindlu , la alulutsha aza kukwazi ukubanenkqubela . """"aye
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ya
SubjAuxCount=1
izindlu
features...upos=NOUN
lemma=ndlu
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ukunyukela kweBlack Leopards kuthetha ukuthi iza kufumana imali esisigidi esinesiqingatha seerandi ( R1.5-million ) endaweni yamakhulu amathathu amawaka eerandi ( R300 000 ) ebiwafumana ngenyanga ngethuba isadlala kwaNational First Division .iza
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=za
SubjAuxCount=1
imali
features...upos=NOUN
lemma=mali
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ongumlawuli obambeleyo kwiSebe loKhuselo loLuntu uZukile Kani , uthi baza kutyala ulwazi nezakhono ukuze kuguquke ikamva .baza
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=baza
SubjAuxCount=1
ulwazi
features...upos=NOUN
lemma=lwazi
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Nceda ubaxelele bonke abantu abahewula inkcubeko yethu ukuba ngeke siziyeke izinto zethu ngenxa yengqobhoko [ yabo ] ephambeneyo nentlalo yethu .nceda
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=Nceda
SubjAuxCount=1
abantu
features...upos=NOUN
lemma=ntu
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Sakubuya sipapashe ezinye iinkcukacha phambi kokuvulwa kwesizini entsha .sakubuya
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=buya
SubjAuxCount=1
iinkcukacha
features...upos=NOUN
lemma=nkcukacha
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Iisizini ziyalandelelana iBucs imane ixhwitha abadlali kwiChippa United xa kuphela isizini - kodwa ke nayo inabadlali enabo ebafumene kuyo .imane
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=mane
SubjAuxCount=1
abadlali
features...upos=NOUN
lemma=dlali
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UHosai Maibelo weEastern Cape Parks and Tourism Agency uthi amathuba akhona koko kufuneka kuphuculwe iindlela ezisetyenziswayo xa kusaziswa abafundi .kufuneka
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=funeka
SubjAuxCount=1
iindlela
features...upos=NOUN
lemma=ndlela
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
"""" IPirates iye yanomdla kuMabaso .iye
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ya
SubjAuxCount=1
kuMabaso
features...upos=PROPN
lemma=Mabaso
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Zithe tshitshilili iindaba ezithi umdlali weMamelodi Sundowns , uPercy Tau ufunwa ngamaqela amabini waseNgilane - iBrighton neHove Albion .zithe
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
iindaba
features...upos=NOUN
lemma=ndaba
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ubuhle bendalo bufanele ukuxhamlisa uluntu lakowethu ngamathuba ezoqoqosho , """" utshilo uTunyiswa .bufanele
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=fanele
SubjAuxCount=1
uluntu
features...upos=NOUN
lemma=ntu
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Usihlalo wePirates , ugqirha Irvin Khoza , uyibeke yacaca kwiveki ephelileyo into ethi uyamfuna uJali - kodwa isigqibo sakuthathwa nguye ( umdlali ) .ethi
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
uJali
features...upos=PROPN
lemma=Jali
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ndibhala le ncwadi nkokheli yam - Manxadanxada ( Nkulumbuso Phumulo Masualle ) - ngoba ndicinga ukuba uzikhathaza ngento yokugqibela zibe bezikhona iingxaki ezifuna ingqwalasela yakho buqu ekhawulezileyo - kodwa ongazihoyiyo .zibe
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=be
SubjAuxCount=1
iingxaki
features...upos=NOUN
lemma=ngxaki
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Uthi xa amapolisa amadala ehlala kwiindawo zokuhlala amapolisa , amapolisa amancinci awanakuze ayibone impumelelo .awanakuze
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=nakuze
SubjAuxCount=1
impumelelo
features...upos=NOUN
lemma=mpumelelo
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
USotyu akavumanga ukuchaza indlela abaza kunceda ngayo imvuselelo yembali kaNkosi Maqoma .abaza
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=za
SubjAuxCount=1
imvuselelo
features...upos=NOUN
lemma=mvuselelo
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Igqwetha likaBulelwa uMike Maseti usebenzise ubuchule bokugqwetha efuna ukukhaba yonke into ebithethwa nguNgoqo , kodwa uNgoqo uxelele inkundla ukuba into ayithethayo yinto eyenzekayo .efuna
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=funa
SubjAuxCount=1
into
features...upos=NOUN
lemma=nto
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
EMthatha kukho umlo wooNoteksi oneminyaka eliqela uqhuba phakathi kwemibutho emibini - zange kubekho ngenelelo olucacileyo olusuka kuwe ngqo njengenkokeli yabantu beli phondo .zange
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=zange
SubjAuxCount=1
ngenelelo
features...upos=NOUN
lemma=ngenelelo
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ukutsiba kweeBhokwe ngaphaya kweNgilane ebikhokela ngo-24-3 kuthetha ukuthi Amabhokobhoko akwazile ukuzibangula iimpazamo ezithile kwezo azenze kwiveki ephelileyo eMelika - apho abethwe yiWales ngo-22-20 .akwazile
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=azi
SubjAuxCount=1
iimpazamo
features...upos=NOUN
lemma=mpazamo
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
"""" Ukuze ubone ukuba sisawacinezele amapolisa angamanina , ingakumbi alulutsha , ufika kukho la mapolisa aneminyaka engamashumi amabini ehlala kwiindawo zokuhlala amapolisa , kutheni engaphumi kuhlale la mapolisa asandula kungena ?ufika
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=fika
SubjAuxCount=1
mapolisa
features...upos=NOUN
lemma=polisa
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Kwiveki ephelileyo , ikhasi lomnatha lethu lezemidlalo , i-IOL Sport , lidize iindaba ezithi iOrlando Pirates izimisele ukuthatha iziqwayi zabadlali beChippa abathathu bonke ngaxeshanye .izimisele
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=zimisele
SubjAuxCount=1
iziqwayi
features...upos=NOUN
lemma=qwayi
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Bekusoloko kukho amahum-hum ngokuhamba kwalo mdlali weSundowns emva kokuba ethe wayinceda yaphumelela indebe yePSL yesibhozo kwisizini egqithileyo afake kuyo amagowuli alishumi elinesithathu .bekusoloko
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=soloko
SubjAuxCount=1
amahum-hum
features...upos=NOUN
lemma=hum-hum
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Kufuneka sivule isetyana lolutsha ngaphakathi emapoliseni , """" utsho uMkongi .kufuneka
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=funa
SubjAuxCount=1
isetyana
features...upos=NOUN
lemma=sebe
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
"""" Ndibuyele eMzantsi Afrika kuba ndifuna ukuphumelela iindebe - yiyo loo nto ndikhethe iSundowns .ndifuna
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=funa
SubjAuxCount=1
iindebe
features...upos=NOUN
lemma=ndebe
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
"""" Loo nto uyibona kwaba sele bephumelele ibanga leshumi , badinga kakhulu emva kokuphumelela , uxakwe ukuba aphi la mathuba sixelelwa ngawo ngoku , makwenziwe imisitho enje emininzi , nokuba kukabini ngonyaka , """" uthethe watsho .sele
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=sele
SubjAuxCount=1
ibanga
features...upos=NOUN
lemma=banga
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Omnye umhlali waye wamisa imoto esakuqaphela ukuba akonwabanga umntwana .waye
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=Ye
SubjAuxCount=1
imoto
features...upos=NOUN
lemma=Moto
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Lo mbutho ephondweni uvakalise ukuba ulahlekelwe kukubhubha kukaGiwu , watsho usithi igalelo lakhe kwidabi lomzabalazo eMzantsi Afrika asokuze ulilibale .asokuze
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=asokuze
SubjAuxCount=1
igalelo
features...upos=NOUN
lemma=galelo
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Ukanti abantu abathe babanjwa malunga nolu dushe bangamashumi amathandathu anesithoba , isibhozo kubo singaphandle ngebheyile .abathe
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=thi
SubjAuxCount=1
dushe
features...upos=NOUN
lemma=dushe
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
Umdlali siswini weBafana Bafana , uAndile Jali , ude wakhetha elona qela afuna ukulidlalela eMzantsi Afrika .ude
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=de
SubjAuxCount=1
qela
features...upos=NOUN
lemma=qela
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UXasa uthi kungekudala uza kutyumba umlawuli wokujongana neengxaki zaseGreat Kei .uza
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=za
SubjAuxCount=1
umlawuli
features...upos=NOUN
lemma=lawuli
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UNgoqo uthi wajika waphindela kwaNdudula , apho athi wafika sele kugcwele amapolisa .sele
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=sele
SubjAuxCount=1
amapolisa
features...upos=NOUN
lemma=polisa
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UKumkanikazi Bhongolwethu , ukhe wakhokela isizwe samaMpondo aseNtshona ukusukela kunyaka ka-1997 emva kokukhothama kukaKumkani Tutor Ndamase , isikhundla abambe kuso de wabe kanti unyana wakhe uKumkani Ndamase Ndamase ungena ezintanjeni ngo-2008 .ukhe
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=kha
SubjAuxCount=1
isizwe
features...upos=NOUN
lemma=zwe
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD
UNgoqo ukwathe ngethuba besisa umfi esibhedlele waxelelwa nguBulelwa ukuba uSakhekile ebekhe wafumana izigrogriso kubantu beANC .ebekhe
features...upos=AUX
deprel=aux
lemma=ebekhe
SubjAuxCount=1
izigrogriso
features...upos=NOUN
lemma=grogriso
deprel=obj
UD_isiXhosa-AfriSUD